%0 Journal Article %T Ukuqhwabela ukuba kuthathwe isigqibo sokugqibela ¡®somThetho wezona zigwebo ziphantsi¡¯ %A R Bedu %J Law, Democracy & Development %D 2009 %I University of the Western Cape %X Ngokoluvo olusebenzayo nolungagxeki ngokupheleleyo, abantwana bangumzekelo wethemba loluntu kunye nesiphiwo salo kwikamva lalo.¡¯ Ubu-ethe-ethe bolu luvo busenokungabi yonyani ngokupheleleyo, ingakumbi eMzantsi Afrika apho bekusenzeka rhoqo izenzo zolwaphulo-mthetho ezinobundlobongela obenziwa lulutsha. %U http://www.ajol.info/index.php/ldd/article/view/66859